Apha iimbongi zibhentsisa ukubaluleka kwebinzana "Unako", xeshanye zikhuthaza ebomini. kumaxesha amanintsi kuye kubekho abantu abakurhuqela emva, bekugweba ngezigqibo owazenzayo ezingatshongo khona, kodwa ke izolo lakho alixeli ingomso lakho.
Ingqiqo= ukuchubeka
/ kwandamatiwanepoems
/ uxholovane
/ bonkemtshoniswa
Негізгі бет Imibongo YesiXhosa Poetry CPUT Talent (Kwanda Matiwane, Siyaxola Ndude and Siphesihle Maqholo)
Пікірлер: 14