Aa. H men baba nkulu nkulu endiwe thembayo wena okhuluma ma qede kwenzeke ndiyabonga baba uyandibona nkosi kulo lonke usizI endinalo shembe wena undipha ama cebiso. Empilo amanzi na ma futha a busisiwe ndikhuluma ndicela ku wona kuzwele enkosini ndi lala ndidlile ndi vuke njengabo bonke ndiyi ntandane ekhulisa izingana baba ndiyakhuleka ndi bize unyazi unkulu nkulu ndicela undiphume lelise nkosi ndi fezekise ikhono ndifundise ngalo ndishintshe ne mpilo zaba hlwempu nkosi ndicela Amandla e Mali ndili phumelelise nge sakho izibusiso nga mandla enkosi unkulu nkulu wo nyazi lwezulu ozwa zonke izi cell zabantu bonke naba nga na lutho a a. H men ndili bumba ntaba
Пікірлер: 19