woooow pambili bantwana baka baba nomama iningaze niyilahle imfundiso enayinika ngu baba phanduva hayisukani madoda uyapila lotata
@mosepedizwane5669
7 жыл бұрын
awoooo xem... huu
@lmatsoso
11 жыл бұрын
mmele pelo le moya
@bhekisibiya7853
10 жыл бұрын
yalahleka into kaBaba Masango kazi uthiniumoya wakhe
@vuyanijevu7145
7 жыл бұрын
don't comment xa ungazinto ngabaProfeti u Zolimala liyakhula elihlumela ekoloni ilizwe elinge namProfeti lifana ngathi alinathixo siyonela Ku tata Phanduva ngento yonke as father like son
@marching2915
6 жыл бұрын
rubbish odwa! leband idlala ikaka maan!
@sykviankaitshana1224
3 жыл бұрын
Ngumpostolo onjani lo osebenzisa vulgar language enje entweni kaThixo, masibuyeleni kuThixo. Futhi le nto yabaprofethi ayifuni kuqhelwa ngoba xa uyiqhela uzizisela umlilo. Masihlonipheni into kaThixo bethuna please
@bishopphillip1070
8 жыл бұрын
wayeshilo wathi iyobanjena inkonzo ubaba masango mina angimangali
Пікірлер: 14