Imbumba yamaqela aphikisayo ePalamente nawazibiza i-Progressive Caucus abambe inkomfa nonondaba phambi kwentetho ka-Mongameli Cyril Ramaphosa yokuvula iPalamente ngokuhlwanje.
Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa ku- Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesiXhenxe ngorhatya #Iindabazethu
Негізгі бет Progressive Caucus | Imbumba yamaqela aphikisayo ePalamente abambe inkomfa noonondaba
Пікірлер: 211