Yaz bengithi sengikubone konke kodwa le ay inzima kakhulu 🥺😥💔
@Hlaluminathi-u9p
3 ай бұрын
And zulus are supposed to be angels nje😂
@LucyMvimbi
2 ай бұрын
Ibuhlungu yhuuu ngudoti lomha wakhe sikhohlakele tina bafazi
@nocawemogale6561
3 ай бұрын
We want part 2 of this
@lifetimewisdom9023
3 ай бұрын
Stufuza asks all relevant questions, she was made for this show
@sthe1867
3 ай бұрын
True
@elethucwesi
3 ай бұрын
Eish this episode is so painful😢ndicela niyilandelele ukuba ingcine kwenzeka ntoni ekhaya kulentombazana ngoba ayikho safe kubazali bayo bobabili😢
@thembelihlelihle-dx9vs
3 ай бұрын
Mmmmm Ai siyababaza kuloluhlelo jesu😮😮😮😮😮
@thembelihlelihle-dx9vs
3 ай бұрын
I'm defeated yazini mixed emotions at the same time nqaba nami nkosi jesu
@thabilebock2231
2 ай бұрын
nam ngisho nje ayi cha
@AlbertSkosana
3 ай бұрын
Sorry cc,this is so painful let's pray for this young lady cause she is not safe at all from both her parents and she also needs counseling may God protect her
@delanikhumalo2221
3 ай бұрын
I feel sisi Stufuza did not protect this young lady. The young now she become an enemy to both parents while she was trying to help her father. Stufuza did not calm down ubaba and explain that the girl she trying help here. Now she became a victim to her father too.
@KhazimlaGongo
3 ай бұрын
Yhooo lenjakazi iyi moshile i life yomntana😢😢😢💔💔💔Mxmmmm kunzima uphi jesu xakunje
Bakhona vele bokungamele BAGANE BAVELA NGEPHUTHA.isabelo sabo sibi.ULIMAZE INGANE MANJE.
@Hiddensecretsrevealed
3 ай бұрын
Akekho owam umfazi manje oko ebemke Sasa esiyemsebenzini and udla ngobuya ngabo 11/12 but today kunetha u2 engekabuyi futhi usukela 5 days ago uthe uzojola and akafuni ngenkonzo yasekamereni ngasizathu soba ngimkhulumise ngefone nesoloko edlala TikTok kuyo, today lilanga lwesbini ndingadlile akusangeni nokudla ndiphuza manzi wodwa. Kunzima guys emtshatweni, akanambeko lomfazi kodwa ndimlobolile kambe sendicinga vele sohlukane then ndiyemhlangeni nditokuzfumanela itshitshi bese ndigana Lona cos ndohlukakele ngulomfazi guys Xhosa women most yabo abanambeko bafunuphatha emtshatweni.
@Sjadu71
3 ай бұрын
Ohk sendiyazibuzela njeeeee kokupi okubhetele lomama kutwe watwala ngalendoda or abe ke udayisile as enzile ppl ndazibuzela nje bisedes as ebedayisela kwake
Yoh! askies my love 😭😭😭😭😭🤧🤧🤧, yaze yabuhlungu lento we Stufuza😭😭😭
@KhazimlaGongo
3 ай бұрын
Heyi bantu ibuhlungu le into shem ndisizela lomntana ukhohlakele lo mama sies makabanjwe lo mama makaye etrongweni yhooo ukhohlakalw okungaka 😢😢😢😢😢😢💔💔💔💔
@MaletyNgcawuzele-bk4ju
3 ай бұрын
Hambo uyocima lezonto uzibhalise ngaye lomfazi
@kholekantose
3 ай бұрын
😢😢😢Ukhohlekele lo mama 💔lona xrm haybo lendoda ayithembi lentoo
@ThembeniAletta-cw8vo
3 ай бұрын
Waze wakhohlakala lomama Jesus 😢😢
@Gaba2024-q8g
3 ай бұрын
Molweni Stufuza kunye nendwendwe lakho.Kusenokwenzeka loo madoda ebethenga kumama waloo ntombi ebethwele,ngakumbi aba bade bafune ama virgin,ogqiba babhatale imali eninzi like abo 15k.Ndike ndive ngezithwalo ezinjalo,ezithatha iminyaka yokuphila kwama virgin.Makakhawuleze ayoku consult kwinyanga ethile ayaziyo unontombi.
Stufuza ngcela nisizeni lomtwana please what if lobaba efikekhaya ebadubula bonke nalomama,plz lesfebe somama asifesodwa mesifa lengane mayiphephe plz if it needs ukuth nimusekuma social workers museni plz as long as e safe lomtana
@nkalakathabeybuza
2 ай бұрын
Please guys ningamsoli lo baba this is too much for him, a very big shock
@nathizulu967
2 ай бұрын
Kodwa ingane aynacala la
@thabanimoreyourtboz8043
3 ай бұрын
Idlisiwe lendoda
@sazimbuyisambuyisa4124
3 ай бұрын
Nkulunkulu ushembe abantu bayakdinga emhlaben😢
@PutlakoMjwara-z9g
3 ай бұрын
Ushembe wani hayi bo Nkulunkulu ukhona nje emhlabeni ninjani bakithi munye umdali wezulu nomhlaba
@Mbongo-Sondisa-CapeTown
3 ай бұрын
Mbongo, mbuyisa mvenyama, mathobela
@EvensNhlanhla
3 ай бұрын
stufuza why didn’t you try to calm the Father down small small?
Пікірлер: 414