Camagu mama..your story was interesting and informative❤️🙏🏻🙌🏻
@tessamankay7258
2 жыл бұрын
Camagu Gogo really interesting and I so much enjoy. I'm alone but listening to you there's never a dull moment
@phindz113
2 жыл бұрын
🤣🤣Camagu, awushimanga you have us Gogo....👏👏👏 What a lovely story...
@portiakiviet1078
2 жыл бұрын
Camagu Ma😂😂
@nangamsokani7746
2 жыл бұрын
Yhooo Mama andisemamele kamnandi...yho! Wathetha ngobugqwangu I wonder babuthetha ukuthini kum....
@anelisamngomezulu
2 жыл бұрын
Yhuu ukundihlekisa kangaka,thanks for honesty sharing your personal experience.Uyasifundisa uba ayilulanga indlela kwaye iimpazamo ziyenzeka,kumele sifunde kuzo.
@anelisamngomezulu
2 жыл бұрын
Honestly
@ms_tee
2 жыл бұрын
🤣🤣🤣ngaske uthethe okoko Mama!
@bongekamngcwengi7232
2 жыл бұрын
Your story times are the best. 👏❤️🤣
@bucymanyatela
2 жыл бұрын
I can resonate 💯🥺🫢.
@vicepemelo3833
2 жыл бұрын
Wow pinda ubuye
@nomtunzimafongosi2851
2 жыл бұрын
Kusweet nestarmmet mama camagu. Mama
@babalwa3940
2 жыл бұрын
🤣🤣😅 Yaphela kanjalo Mama? Ei kodwa Abantu Abadala🤔
@hlumisasaffa1475
2 жыл бұрын
best story ever 😅🤣😂 yhu, andayihleka, phakathi kwabantu, bendingakwazi uzibamba and ndifuna nendaba ezi ke phofu. Ndinomdla, uphi u-brothers ngoku, ndiyabuza njee Mother Nkwe, hay' kabi 😅😅
@nonkwenkwezi2713
2 жыл бұрын
We are actually good friends. Unolwazi lwemithi, so we share knowledge from time to time. Uyandipha nemali Xa ecingile😂....he is not a bad person, qha uslow😆
@hlumisasaffa1475
2 жыл бұрын
@@nonkwenkwezi2713 😅 uthini na apha kum, umntu nguwe Sana. That's so sweet though uba nisavana…jonga ndiyakwazi noba slow , yhini is'aram! 😆 Phofu akuphosiswa xa kuthwa, asingomanzi omngqusho evah 😂
@nozukonematswerani44
2 жыл бұрын
Camagu gogo ndiyakungqinela injalo bayakukhupha abantu abadala entweni I know
@bongekanama7359
2 жыл бұрын
Uyilimile 😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂Kodwa part 1 & 2 ba thetha Nam yhey ndinamaphupha mna kqala xase itshayile😂😂😂😂ndivele ndiyazi ba kuphelile once kuqale la amaphupha
@lisamatomela2836
2 жыл бұрын
🤣🤣🤣🤣🤣 Yoh hai Gogo, you killed me!
@nondumisonomzi8054
2 жыл бұрын
Camagu mama liyakushiya ihlelo15 yayivaaa enkosi mama ngebali lakho. Camagu
@nonkwenkwezi2713
2 жыл бұрын
😂😂😂😂 ihlelo
@aphiwemagida9537
2 жыл бұрын
Camagu Mama Buthini ubungozi boku Cheater komntu onezihlwele?
@nonkwenkwezi2713
2 жыл бұрын
This will be my topic on my LIVE tonight. Thank you for the idea❤️
Пікірлер: 33