Sanukhupha kade kaloku guys. Ndiyayncanywa ke lentwana ingu Mawawa.
@bonganitunywa7154
2 жыл бұрын
Yintini Miss Joyce ndakwenza ntoni Miss 😁
@azilebuhlebendalo2349
6 жыл бұрын
Babethathwaphi abantu... Yenina ndiyabathanda maan
@bonganitunywa7154
2 жыл бұрын
lol sir bhoza yayenza intoyakhe ha ha ha uyazama mpehle qha action yakhe uyacaca ukuba acting asiyonto yakhe jeffry yena makayogada inkuku zingatyelwa amantshontsho ngukhetshe while u acting uyaphazamisa im not the first person ukuthetha kanje ndiyazithanda comedy zenu mawawa & sir bhoza you rocking guys uyazama sncish..... keep it up boy thanx sir bhoza udlala indima kwiCommunity brother God Bless You With Your Family and Friends Happy New Year Mntakwethu Jeffry khasimele ngale voice ka chirriwali hey laMiss kaMawawa ndicela number yakhe lol uyanditsho maan 🙈👌
Пікірлер: 169